2 Yookumkani 4:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke wathetha nomyeni wakhe wathi: “Nceda utsho isicaka size nedonki apha; ndifuna ukuya kulaa mfo wakwaThixo ngoku, ndiphinde ndibuye.”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:18-31