2 Yookumkani 4:13 Ibhayibhile (XHO96)

UElisha wathi kuGehazi: “Buza kuye uthi: ‘Njengoko usenzele yonke le nquleqhu nje, mna ke ndingakwenzela ntoni? Awungethandi ndikuthethele kukumkani okanye kwinjengele yomkhosi?’ ”Ke yena wathi: “Hayi noko, ndihleli phakathi kwamawethu.”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:6-15