2 Yookumkani 3:26 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke akubona ukuba idabi limongamele ukumkani waseMowabhi, suka wathatha amakhulu asixhenxe amadoda alwa ngeentshuntshe, wazama ukutyhoboza aphumele kukumkani wase-Edom, kambe ke woyiswa nayile into.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:20-27