2 Yookumkani 25:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uGedaliya wawaqinisekisa loo madoda efunga esithi: “Musani ukuba naxhala niwoyike amagosa aseBhabheli. Kuphela nina hlalani phantsi nizinze kweli lizwe, nibuse ukumkani waseBhabheli; konke ke konilungela.”

2 Yookumkani 25

2 Yookumkani 25:23-28