2 Yookumkani 25:11 Ibhayibhile (XHO96)

UNebhuzaradan lowo wababamba wabathimba abantu ababesekhona apho esixekweni, ndawonye namagcisa kwakunye nâbo babesebewelele ngakumaBhabheli.

2 Yookumkani 25

2 Yookumkani 25:4-15