2 Yookumkani 24:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani wakwaJuda uJoyakin kunye nonina, nezicaka zakhe, izikhulu namagosa akhe, bebonke bazinikezela kukumkani waseBhabheli.Ke kaloku kwathi kunyaka wesibhozo elawula ukumkani waseBhabheli wamthimba walibanjwa uJoyakin.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:5-19