2 Yookumkani 24:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngexesha lolawulo lukaJoyakim, ukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli walihlasela elakwaJuda, waza uJoyakim waba phantsi kwakhe iminyaka emithathu. Phofu ke uJoyakim wabuya wamvukela uNebhukadenezare lowo.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:1-7