2 Yookumkani 23:6 Ibhayibhile (XHO96)

Intsika ka-Ashera wayincothula endlwini kaNdikhoyo, wayisa kwintili yeKedron ngaphandle kweJerusalem, wayitshisela khona. Wayisila yaluthuli, waza olo thuli lwayo walusarhaza phezu kwamangcwaba abantu.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:1-8