2 Yookumkani 23:34 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani waseJiputa uNeko lowo wathatha unyana kaJosiya uEliyakim wammisela wangukumkani esikhundleni sikayise, igama lakhe elo walijika wathi nguJoyakim. Ke yena uYowahazi wamfudusela eJiputa, apho wafela khona.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:25-37