2 Yookumkani 23:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqala kwakhe ukulawula uYowahazi wayeneminyaka emashumi mabini anantathu, walawula apho eJerusalem iinyanga zantathu. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya okhaya laliseLibhena.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:25-34