2 Yookumkani 23:20 Ibhayibhile (XHO96)

UJosiya wababulalela apho emaqongeni bonke ababingeleli bezo ndawo zonqulo, watshisa amathambo omntu kuloo maqonga. Waza ke wabuyela eJerusalem.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:10-28