2 Yookumkani 22:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Yiya kumbingeleli omkhulu uHilekiya, utsho alungise laa mali ibiziswe endlwini kaNdikhoyo, leya ibiqokelelwe ngabagcini-mnyango ebantwini.

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:1-14