2 Yookumkani 22:1 Ibhayibhile (XHO96)

UJosiya waqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. Unina yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhozekati.

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:1-10