2 Yookumkani 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba amaSirayeli abe nenyameko, akwenza konke endiwayalele kona, awuthobela wonke umthetho awawunikwa sisicaka sam uMosis, mna andisoze ndibuye ndiwenze abhadule emke kweli lizwe ndalinika ooyise.”

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:7-10