2 Yookumkani 21:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wakha amaqonga endlwini kaNdikhoyo, nangona uNdikhoyo wayeyalele wathi: “Igama lam ndolimisa eJerusalem.”

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:1-14