2 Yookumkani 21:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uAmon wayeneminyaka emashumi mabini anambini ezelwe ukuqala kwakhe ukulawula, waza ke walawula iminyaka emibini eJerusalem. Unina yayinguMeshulemete intombi kaHaruze eYotebha.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:16-25