2 Yookumkani 21:11 Ibhayibhile (XHO96)

“UManase ukumkani wakwaJuda wenze izono ezilumezayo. Yena ubalasele ekwenzeni okubi kunawo nama-Amori awayelapho ngaphambi kwakhe. Ngale mifanekiso yakhe uJuda umlukuhlele esonweni.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:9-13