2 Yookumkani 20:9 Ibhayibhile (XHO96)

UIsaya wathi: “Nanku ke umqondiso kaNdikhoyo ocacisa ukuba yena uya kwenza ngokwesithembiso sakhe. Ùthi isithunzi masiye phambili ishumi leenyawo okanye sibuye umva ishumi leenyawo?”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:8-14