2 Yookumkani 20:18 Ibhayibhile (XHO96)

Abanye kubazukulwana besinqe sakho kanye baya kuthinjwa, baze benziwe amathenwa, babe zizicaka kwibhotwe lokumkani waseBhabheli.”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:13-21