2 Yookumkani 20:14 Ibhayibhile (XHO96)

Umshumayeli uIsaya ke waya kukumkani uHezekiya, wafika wabuza wathi: “La madoda ebevela phi, efuna ntoni khona?”UHezekiya uphendule wathi: “Aphuma kwelikude eBhabheli.”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:6-16