2 Yookumkani 20:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngelo xesha ukumkani waseBhabheli, uMerodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, weva ukuba uHezekiya ubekhe wagula. Ngoko wambhalela iileta, wazithumela ngezigidimi kunye nesipho.

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:3-14