2 Yookumkani 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

UElisha ke wayibona yonke loo nto, waza wakhala wathi: “Awu, tata wam, tata wam! Nâzo iinqwelo nabamahashe bakwaSirayeli!” UElisha ke akaphindanga ambone uEliya. Wazibamba ke iimpahla zakhe, wazikrazula zaziziqwenge ezibini.

2 Yookumkani 2

2 Yookumkani 2:2-22