2 Yookumkani 19:7 Ibhayibhile (XHO96)

Uyabona ke, mna ndiza kumfaka umoya wokuba athi akuva umingi-mingi lodaba oluthile, asuke abuyele kwelakowabo. Khona apho ke ndiya kwenza ukuba abulawe ngekrele.’ ”

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:2-8