2 Yookumkani 19:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ngobo busuku ke isithunywa sikaNdikhoyo saya kumkhosi wama-Asiriya, safika sabulala amadoda alikhulu mashumi asibhozo anantlanu amawaka. Bathe ke bakuvuka ngentsasa elandelayo bazibona izidumbu zithe gangalala!

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:32-37