2 Yookumkani 19:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngubani lo umngcikiva ngezinyeliso ezinje?Uba uthetha nabani ukhwaza nje?Ngubani lo umjonge ungenambeko?Lowo ke nguYedwa kaSirayeli!

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:19-26