2 Yookumkani 18:35 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwuphi kwaba thixo bezi zizwe xa bebonke owakha wanako ukuhlangula ilizwe esandleni sam? Ke, uNdikhoyo lowo yena angayihlangula njani iJerusalem esandleni sam?”

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:31-37