2 Yookumkani 18:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqalisa kwakhe ukulawula wayenamashumi amabini anesihlanu ezelwe, waza ke walawula eJerusalem amashumi amabini anethoba eminyaka. Unina yayinguAbhiya intombi kaZakariya.

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:1-9