2 Yookumkani 18:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ekupheleni kweminyaka emithathu ama-Asiriya lawo ayoyisa iSamariya, yaza ke yaba ithinjiwe ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, owawungunyaka wethoba kakumkani uHosheya wakwaSirayeli.

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:8-19