2 Yookumkani 17:7 Ibhayibhile (XHO96)

Le ntlekele ke yamhlela uSirayeli kuba emonile *uNdikhoyo uThixo wakhe owaya kumkhuphulula wamkhulula eJiputa phantsi kwesandla esingqongqo sokumkani wakhona. Basuka banqula thixo bambi,

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:2-14