2 Yookumkani 17:36 Ibhayibhile (XHO96)

Eniya kunqula yena nguNdikhoyo, yena wanikhululayo kwelaseJiputa ngaloo mandla obungangamsha bakhe angoyiswa nto. Nguye enifanele ukuguqa kuye, nimenzele amadini.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:35-41