2 Yookumkani 17:32 Ibhayibhile (XHO96)

Babemnqula yena uNdikhoyo, kodwa kananjalo bamisela abantu babo ukuze babe ngababingeleli kwiindawo zonqulo eziphakamileyo.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:24-34