2 Yookumkani 17:29 Ibhayibhile (XHO96)

Naxa kunjalo kwezo dolophu uhlanga ngalunye kwezo dolophu zazikuzo ezo ntlanga lwazenzela oothixo balo, lwabamisa kwezo ndawo ziphakamileyo zonqulo zazenziwe ngabantu baseSamariya.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:28-30