2 Yookumkani 17:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngeso sizathu ke uNdikhoyo wawabukula amaSirayeli xa ewonke. Suka wawabandezela, wawayekela azizisulu zokuxhatshazwa. Ekugqibeleni ke wawasusa phambi kwakhe.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:19-24