2 Yookumkani 16:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ekhondweni lookumkani bakwaSirayeli, wada wenza isikizi lokufaka unyana wakhe emlilweni, esenza idini ngaye, siko elo lalisenziwa ziintlanga awazigxothayo uNdikhoyo ekungeneni kwamaSirayeli.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:1-5