2 Yookumkani 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uAhazi wahlangabeza ukumkani waseAsiriya uTigelate-pilezere eDamasko. EDamasko ke apho wabona iqonga lamadini, waza wathumela kumbingeleli u-Uriya emnika iplani yalo neenkcukacha zokwakha elifana nalo.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:2-18