2 Yookumkani 15:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo uAzariya engukumkani wakwaJuda, uZakariya unyana kaJerobhowam waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya isithuba seenyanga ezintandathu.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:4-16