2 Yookumkani 15:38 Ibhayibhile (XHO96)

UYotam ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide uyise. Ke uAhazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:33-38