2 Yookumkani 15:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqala kwakhe ukulawula wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu. Unina yayinguJerusha intombi kaZadoki.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:24-38