2 Yookumkani 15:24 Ibhayibhile (XHO96)

Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo uPekaya. Akashenxanga kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:20-28