2 Yookumkani 15:20 Ibhayibhile (XHO96)

Le mali ke uMenahem wayibiza ebantwini abazizityebi. Wonke umntu omi kakuhle wayekhupha amashumi amahlanu eesiliva ukuze kurhunywe kukumkani waseAsiriya. Ngoko ke ukumkani waseAsiriya warhoxa emhlabeni wakwaSirayeli.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:16-25