2 Yookumkani 14:8 Ibhayibhile (XHO96)

UAmaziya ukumkani wakwaJuda wathumela izigidimi kuYehowashe unyana kaYowahazi kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, ecel' umngeni, esithi: “Yiza sihlangane!”

2 Yookumkani 14

2 Yookumkani 14:7-16