2 Yookumkani 14:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuqala kwakhe ukulawula wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem.

2 Yookumkani 14

2 Yookumkani 14:1-8