2 Yookumkani 14:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uAmaziya zange aphulaphule; ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli uYehowashe wamhlasela. Yena noAmaziya ukumkani wakwaJuda baqubisana eBhete-shemeshe kwelakwaJuda.

2 Yookumkani 14

2 Yookumkani 14:4-18