2 Yookumkani 13:9 Ibhayibhile (XHO96)

UYowahazi waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uYehowashe.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:1-18