2 Yookumkani 13:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYowahashe unyana kaYowahazi wabuya wazithimba kuBhenadadi unyana kaHazayeli iidolophu awayezohluthe edabini esilwa noyise uYowahazi. Kwaba kathathu uYowahashe emoyisa, waza ke wazibuyisa iidolophu zamaSirayeli.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:19-25