2 Yookumkani 13:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke umfo wakwaThixo wakhathazeka, wathi: “Ngewubethe kahlanu okanye kathandathu, ukuze ube uloyise walitshabalalisa mpela elakwa-Aram. Ngoku uya kuyoyisa kathathu kuphela.”

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:17-23