2 Yookumkani 13:11 Ibhayibhile (XHO96)

Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kuba akahlukananga nezono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo; naye waziqhubela phambili.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:4-20