2 Yookumkani 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Umbingeleli uJoyada wathatha ityesana, wayigqobhoza isivalo, waza wayibeka kwicala lasekunene endlwini kaNdikhoyo kufutshane neqonga, ababingeleli ababegada isango bayigalela kuyo yonke imali eyayisiza nabantu endlwini kaNdikhoyo.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:3-11