2 Yookumkani 11:9 Ibhayibhile (XHO96)

Iingqwayi-ngqwayi zamabutho lawo ke zenza njengoko zaziyalelwe ngumbingeleli uJoyada. Nganye kuzo yemka neqela layo, abo babesebenza *ngoMhla woPhumlo nabo babephumile emsebenzini, bonke baya kumbingeleli uJoyada.

2 Yookumkani 11

2 Yookumkani 11:8-15