2 Yookumkani 11:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJoyada wenza umnqophiso phakathi kukaNdikhoyo nokumkani ndawonye nabantu wokuba baya kuba ngabantu bakaNdikhoyo, waba lingqina nakumnqophiso ophakathi kwabantu nokumkani.

2 Yookumkani 11

2 Yookumkani 11:13-21